Kunjengoko zitshoyo iziBhalo ukuthi:“Ngubani na ozaziyo iingcamango zeNkosi;ingubani na onako ukuyicebisa?”Kaloku thina sicinga nto-nye noKrestu.