1 Kwabasekorinte 3:1 Ibhayibhile (XHO96)

Nam ke, mawethu, bendingenako ukuthetha nani ngendlela endithetha ngayo nabo banaye uMoya, kodwa kwakufuneka ndithethe nani ngendlela endithetha ngayo nabo baselula, baseziintsana kwihambo yobuKrestu.

1 Kwabasekorinte 3

1 Kwabasekorinte 3:1-9