1 Kwabasekorinte 16:22-24 Ibhayibhile (XHO96)

22. Nabani na ongayithandiyo iNkosi uqalekisiwe!“Marana tha” – O, Nkosi, yid' ufike!

23. INkosi uYesu mayibe nobubele kuni.

24. Ndinithanda xa ninonke ebudlelaneni bukaKrestu Yesu.

1 Kwabasekorinte 16