1 Kwabasekorinte 15:58 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke, mawethu athandekayo, yomelelani ningathandabuzi. Yisebenzeleni ngenkuthalo iNkosi ngalo lonke ixesha, kuba kakade ukubulaleka kwenu ngenxa yeNkosi akunakulambatha.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:50-58