1 Kwabasekorinte 15:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke elowo nalowo kolwakhe uluhlu: uKrestu yena ngowokuqala kubo bonke; emva koko ke abakhe baya kuvuka ngethuba lokubuya kwakhe.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:20-24