1 Kwabasekorinte 15:22 Ibhayibhile (XHO96)

Njengoko abantu bâthi ngokumanywa kwabo noAdam bafa bonke, ngokunjalo nangokumanywa kwabo noKrestu baya kuvuka bonke.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:17-29