1 Kayohane 4:1 Ibhayibhile (XHO96)

Zihlobo, musan' ukusuka nikhokelwe nje nanguwuphi na umoya. Wonke umoya wuvavanyeni, nikhangele ukuba ngaba uvela kuThixo na. Kaloku baninzi *abashumayeli abanefuthe lobuxoki abajikeleza elizweni.

1 Kayohane 4

1 Kayohane 4:1-5