1 Kayohane 3:24 Ibhayibhile (XHO96)

Wonke umntu oyithobelayo imiyalelo kaThixo umanyene noThixo, noThixo uhlala kuye. Into ecacisa ukuba uThixo uhlala kuthi nguMoya lo asinike yena.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:21-24