1 Kayohane 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe kambe, lo myalelo ndinibhalela wona mtsha; ubunyani bawo bubonakaliswa nini nanguYesu Krestu. Kaloku ubumnyama buyadlula; ke okona kukhanya sekuvelile.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:6-16