1 Kayohane 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

Zihlobo zam ezithandekayo, lo myalelo ndinibhalela wona awumtsha, mdala; ngulowa nawunikwayo kwasekuqalekeni. Lo myalelo mdala ke ludaba eseniluvile.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:1-16