1 Kapetros 3:21-22 Ibhayibhile (XHO96)

21. Wona angumqondiso owalatha ubhaptizo olusindisa nina ngoku. Ubhaptizo alukuko ukuhlanjwa kokungcola komzimba, lusisithembiso esenziwa kuThixo ngomxhelo wonke. Lusindisa ngamandla okuvuka kukaKrestu

22. owenyukela ezulwini, ohleli ewongeni ngakuThixo, elawula zonke izithunywa zezulu nooziphathamandla noomagunya bakhona.

1 Kapetros 3