1 Kapetros 3:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wona angumqondiso owalatha ubhaptizo olusindisa nina ngoku. Ubhaptizo alukuko ukuhlanjwa kokungcola komzimba, lusisithembiso esenziwa kuThixo ngomxhelo wonke. Lusindisa ngamandla okuvuka kukaKrestu

1 Kapetros 3

1 Kapetros 3:11-22