Bhekani, iNkosi uJehova iyeza ngamandla;ingalo yayo iyakumbusela;bhekani, umvuzo wayo inawo,inkokhelo yayo iphambi kwayo.