Phonsa phezu kukaJehova umthwalo wakho, uzakukuphasa;akayikuvuma naphakade ukuba olungileyo azanyazanyiswe.