Uzekariya 9:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ndimgobile uYuda, isaphetha sam; ndimfakile uEfrayim, utolo lwam; ndiya kubaxhokonxa oonyana bakho, Ziyon, koonyana bakho, Yavan,* ndikwenze ube njengekrele legorha.

Uzekariya 9

Uzekariya 9:11-17