Uzekariya 8:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ukuba kuyinto engummangaliso emehlweni amasalela aba bantu ngaloo mihla, kuya kuba yinto engummangaliso yini na nasemehlweni am? utsho uYehova wemikhosi.

Uzekariya 8

Uzekariya 8:1-12