Uzekariya 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thetha kubantu bonke belizwe eli, nakubabingeleli, uthi, Oko benizila ukudla, nilila, ngenyanga yesihlanu nangeyesixhenxe, iminyaka ke engamashumi asixhenxe, ukuzila oko benizilela mna na?

Uzekariya 7

Uzekariya 7:1-10