Uzekariya 7:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukubacudisa abahlolokazi, neenkedama, nabasemzini, namahlwempu; musani ukucinga bubi entliziyweni yenu ngendoda engumzalwana wenu.

Uzekariya 7

Uzekariya 7:9-11