Uzekariya 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngomnyaka wesiné kaDariyo ukumkani, kwafika ilizwi likaYehova kuZekariya ngosuku lwesiné lwenyanga yesithoba, enguKisilevu.

Uzekariya 7

Uzekariya 7:1-7