Uzekariya 6:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Saphendula ke isithunywa, sathi kum, Le yimimoya eminé esezulwini, ephuma yakuba ibizimisile ngakwiNkosi yehlabathi lonke.

Uzekariya 6

Uzekariya 6:1-8