Uzekariya 5:10-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Ndathi kwisithunywa esibe sithetha nam, Bayisa phi na iefa abayá?

11. Sathi kum, Baya kumakhela indlu ezweni leShinare; ithi yakugqitywa, bambeke khona esizeni sakhe.

Uzekariya 5