Uzekariya 4:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Izandla zikaZerubhabheli ziyisekile le ndlu; izandla zakhe ziya kuyigqiba; wazi ukuba uYehova wemikhosi undithumele kuni.

Uzekariya 4

Uzekariya 4:7-12