Uzekariya 4:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùngubani na wena, ntaba inkulu, phambi koZerubhabheli? Yiba sisithabazi; yena uya kulivelisa ilitye lochochoyi, kunkqangazwa kusithiwa, Ubabalo, ubabalo malube kulo.

Uzekariya 4

Uzekariya 4:5-14