Uzekariya 2:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kuthelela kuYehova iintlanga ezininzi ngaloo mini, zibe ngabantu bam, ndihlale phakathi kwakho; wazi ukuba uYehova wemikhosi undithumele kuwe.

Uzekariya 2

Uzekariya 2:2-12