Uzekariya 14:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova woba ngukumkani phezu kwehlabathi lonke; ngaloo mini iya kuba nguYehova yedwa, negama lakhe lodwa.

Uzekariya 14

Uzekariya 14:1-12