Uzekariya 14:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nòsabela esihlanjeni seentaba zam, kuba isihlambo seentaba ezo siya kufika naseAtsele; nisabe njengoko nasabayo ngenxa yenyikima emihleni kaUziya ukumkani wakwaYuda, eze uYehova uThixo wam, eneengcwele zakhe zonke.

Uzekariya 14

Uzekariya 14:1-9