Uzekariya 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathabatha iintonga zambini, enye ndathi nguMnandi, enye ndathi nguZintya; ndawalúsa ke umhlambi. Ndabetha bathi shwaka abalusi abathathu nganyanga-nye; ndazekaneka ngabo, ndanezothe kubo.

Uzekariya 11

Uzekariya 11:5-12