Uzekariya 10:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wóba njengegorha uEfrayim, ivuye intliziyo yabo ngokwasewayinini; oonyana babo babone, bavuye; iya kugcoba intliziyo yabo kuYehova.

Uzekariya 10

Uzekariya 10:3-12