Uzekariya 10:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kuphuma kuye ilitye lembombo; kuya kuphuma kuye ibhaxa; kuya kuvela kuye isaphetha sokulwa; kuya kuvela kuye bonke abakhandanisi ngakunye.

Uzekariya 10

Uzekariya 10:1-6