Uzekariya 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngosuku lwamashumi omabini anesiné lwenyanga yeshumi elinanye, inyanga enguShebhati, ngomnyaka wesibini kaDariyo, kwafika ilizwi likaYehova kuZekariya unyana kaBherekiya, unyana kaIdo, umprofeti, lisithi,

Uzekariya 1

Uzekariya 1:5-17