Uzefaniya 3:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngelo xesha ndiya kunizisa, ndinibuthe ngexesha elililo; ngokuba ndiya kunenza nibe negama, nidunyiswe phakathi kwezizwe zonke zehlabathi, ekukubuyiseni kwam ukuthinjwa kwenu phambi kwamehlo enu; utsho uYehova.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:12-20