Uzefaniya 3:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova uThixo wakho uphakathi kwakho, ligorha elisindisayo; únemihlali ngawe, enovuyo; úthe cwaka eluthandweni lwakhe, ugcoba ngawe ememelela.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:11-20