Uzefaniya 3:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova ukususile ukugwetywa kwakho, úzidedisile iintshaba zakho; ukumkani wakwaSirayeli, uYehova, uphakathi kwakho; akusayi kuba sabona bubi.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:8-20