Uzefaniya 3:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amasalela akwaSirayeli akayi kwenza ngobugqwetha, akayi kuthetha amanga, aluyi kufumaneka emlonyeni wawo ulwimi lwenkohliso; ngokuba wona aya kudla, abuthe, kungabikho uwothusayo.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:6-18