Uzefaniya 3:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo mini akuyi kudana ngenxa yeentlondi zakho zonke, owakreqa ngazo kum; ngokuba ngelo xesha ndiya kubasusa phakathi kwakho abadlamkileyo bakho, benekratshi, ungaphindi uzidle ngokwakho entabeni yam engcwele.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:4-20