Uzefaniya 1:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kuthi ngemini yombingelelo kaYehova, ndibavelele abathetheli, noonyana bokumkani, nabo bonke abambatha izambatho zolunye uhlanga.

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:1-10