Uzefaniya 1:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kusolula isandla sam phezu koYuda, naphezu kwabemi bonke baseYerusalem, ndinqamle kuyo le ndawo amasalela akwaBhahali,* negama lababingeleli abangengabo, kunye nababingeleli;

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:1-12