Uzefaniya 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubutyebi bawo buya kudywidwa, nezindlu zawo zibe ngamanxuwa; akhe izindlu, angazihlali; atyale izidiliya, angayiseli iwayini yazo.

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:7-18