Uyoweli 3:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

IYiputa kuya kuba senkangala, nelakwaEdom libe yintlango esenkangala, ngenxa yokugonyamela kwabo oonyana bakaYuda, ekubeni bephalazé igazi elimsulwa ezweni labo.

Uyoweli 3

Uyoweli 3:13-21