Uyoweli 3:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mazixhoxhwe zinyuke iintlanga, ziye entilini yakwaYoshafati; ngokuba ndiya kuhlala phantsi khona, ukuze ndizigwebe zonke iintlanga zangeenxa zonke.

Uyoweli 3

Uyoweli 3:4-21