Uyoweli 2:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndonibuyiselela okweminyaka eyadliwa yinkumbi, nangumkhothululi, nangumqikela, nangumnqunquthi, impi yam enkulu endayithumelayo phakathi kwenu.

Uyoweli 2

Uyoweli 2:19-32