Uyoweli 2:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukoyika, mpahla inkulu yasendle; kuba amakriwa asentlango aphuma uhlaza; kuba umthi uxakatha isiqhamo sawo, umkhiwane nomdiliya unika amandla awo.

Uyoweli 2

Uyoweli 2:20-32