Bophuma ke basilandele, side sibarhole kuwo umzi; kuba baya kuthi, Bayasaba phambi kwethu, njengokuyá kokuqala. Siya kurhola ke thina phambi kwabo;