Uyoshuwa 8:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

umkhonzi kaYehova, wabawiselayo oonyana bakaSirayeli umthetho, njengoko kubhaliweyo encwadini yomyalelo kaMoses: isibingelelo samatye awonke esingasetyenzwanga ngantsimbi. Banyusa phezu kwaso amadini anyukayo kuYehova, babingelela imibingelelo yoxolo.

Uyoshuwa 8

Uyoshuwa 8:29-35