Uyoshuwa 7:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aphosa amatye phezu kwazo. Amisa phezu kwakhe imfumba enkulu yamatye, ekhoyo unanamhla. Wabuya ke uYehova ekuvutheni komsindo wakhe. Kungoko kwathiwa igama laloo ndawo yintili yeAkore* unanamhla.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:20-26