Uyoshuwa 7:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathuma uYoshuwa abathunywa; bagidima baya ententeni; nanzo zimbelwe ententeni yakhe, isilivere ingaphantsi.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:13-26