Uyoshuwa 6:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYoshuwa wabawisela umthetho abantu, wathi, Ize ningadumi, ningalivakalisi ilizwi lenu, kungaphumi nto emlonyeni wenu, kude kube yimini endothi kuni, Dumani; nidume ke.

Uyoshuwa 6

Uyoshuwa 6:8-13