Uyoshuwa 5:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba oonyana bakaSirayeli bahamba iminyaka emashumi mané entlango, lwada lwaphela lonke uhlanga olungamadoda okulwa awaphumayo eYiputa, angaliphulaphulanga izwi likaYehova; awawafungelayo uYehova ukuba akayi kuwabonisa elo zwe, walifungela ooyise ukuba uya kusinika, ilizwe elibaleka amasi nobusi.

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:1-13