Uyoshuwa 5:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, xa ebeseYeriko, uYoshuwa wawaphakamisa amehlo akhe, wakhangela, wabona kumi indoda malunga naye, ithe rhuthu ikrele layo ngesandla. Waya uYoshuwa kuyo, wathi kuyo, Ùngakúthi, ùngakwiintshaba zethu, kusini na?

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:8-14