Uyoshuwa 5:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bamisa iintente oonyana bakaSirayeli eGiligali, benza ipasika ngosuku lweshumi elinesiné lwenyanga, ngokuhlwa, ezinkqantosini zaseYeriko.

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:8-15